최신글모든게시글모음 인기글(7일간 조회수높은순서)
m-5.jpg
현재접속자

은혜로운

동영상자료실

[영화] 예수 -남아공어 Ifilimu kaYesu - South Africa

영화간증 최용우............... 조회 수 4206 추천 수 0 2011.06.30 10:37:38
.........
출처 : https://youtu.be/pmlr5qgEXQg 

1. Uthando
UThixo uyakuthanda kwaye unecebo ngawe.
IBhayibhile ithi, “Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade” (uYohane
3:16).
UYesu wathi, “Mna ndizele ukuze babe nobomi, babe nabo ke ngokugqithisileyo” – ubomi obupheleleyo obuzele yintsingiselo (uYohane
10:10).
2. Sahlukene
Sinezono kwaye sahlukene noThixo.
Sonke siye senza, sacinga okanye sathetha izinto ezigxwenxa, eye iBhayibhile ithi “sisono”. IBhayibhile ithi, “kuba bonile bonke, basilelela eluzukweni lukaThixo” (kwabaseRoma
3:23).
Umvuzo wesono kukufa, ukohlukana noThixo ngokwasemoyeni (kwabaseRoma
6:23).
3. UYesu
UThixo wathumela uYesu ukuze afele izono zethu.
Ezi ziindaba ezilungileyo:
UYesu wasifela ukuze sibe nobudlelwane noThixo kwaye sihlale naYe unaphakade.
“ke yena uThixo uqondakalisa okwakhe ukusithanda ngokuthi, sakubon’ ukuba sisengaboni, uKristu asifele” (KwabaseRoma 5:8).
Kodwa akuzange kuphelele ngokufa kwaKhe emnqamlezweni. Wavuka kwakhona kwaye usaphila!
“uKristu wazifela izono zethu … wangcwatywa, nokokuba uvukile ngomhla wesithathu ngokwezibhalo” (KwabaseKorinte I, 15:3-4)
UYesu kukuphela kwendlela eya kuThixo.
UYesu wathi, “Ndim indlela, ndim inyaniso, ndim ubomi; akukho namnye uzayo kuBawo, engezi ngam” (uYohane 14:6).
4. Thandaza
Thandaza ukuze uxolelwe nguThixo.
Ukuthandaza kukuthetha nje noThixo. Uyakwazi. Into ebalulekileyo yindlela engayo intliziyo yakho kunye nokunyaniseka kwakho. Thandaza umthandazo ololu hlobo ukuze wamkele uYesu njengoMsindisi wakho:

“Yesu Kristu,
ndicela uxolo ngezinto ezigxwenxa endizenzileyo ebomini bam.  Enkosi ngokundifela eMnqamlezweni, ngokundikhulula ezonweni zam nangokundixolela namhlanje.  Nceda ungene ebomini bam uze undizalise ngoMoya oyiNgcwele. Hlala nam unaphakade.
Enkosi Yesu!”
Ngaba Uthandazile?


List of Articles
번호 제목 글쓴이 날짜 조회 수
121 영화간증 [고화질영화] 예수Jesus (2시간) kccc 2022-12-02 149
120 영화간증 마태복음 영화 한국어 (4시간) 마태복음을 영화를 보면서 읽음 최용우 2021-12-26 13
119 영화간증 요한복음(The Gospel of John)한국어 음성자막(3시간) 최용우 2021-12-26 111
118 영화간증 누가복음(한국어더빙)The Jesus Film, 1979 HD 최용우 2021-12-26 34
117 영화간증 천국대표 축구 예배자, ‘국대’ 김신욱 선수 cyw 2015-01-13 305
116 영화간증 [영화] 예수 -일본어 ジーザス映画 - The Jesus Film - Japanese 최용우 2014-07-25 2267
115 영화간증 가수 태진아 간증 -'당신은 나의 동반자'는 찬송 영자 2014-04-10 4699
114 영화간증 윤복희 - 늘 기쁨이 충만한 이유 (30분) 영자 2014-04-10 841
113 영화간증 이광기 - 죽음을 이긴 만남 (6분) 영자 2014-04-10 888
112 영화간증 정종철 - 아버지와 천국 (3분) 영자 2014-04-10 878
111 영화간증 이영표 - 삶속의 하나님 음성 (6분) 영자 2014-04-10 1002
110 영화간증 차인표 - 하나님 만난 이야기(3분) 영자 2014-04-10 836
109 영화간증 박진영 - 나를 찾는 자(5분) 영자 2014-04-10 1251
108 영화간증 이어령 박사 - 어느 무신론자의 기도 . 최용우 2013-11-11 1358
107 영화간증 하늘 가는 사형수 - 박효진장로 간증 영자 2013-11-08 3026
106 영화간증 3일 금식기도를 마치며... 김경래 2013-03-13 1508
105 영화간증 신보라-개그우먼 신앙간증 운영자 2012-09-14 2694
104 영화간증 박용규 목사님 지옥 간증입니다 hyun 2011-12-19 3425
» 영화간증 [영화] 예수 -남아공어 Ifilimu kaYesu - South Africa file 최용우 2011-06-30 4206
102 영화간증 최수종 집사 탈랜트 간증집회 '동행' [1] 최용우 2011-03-16 2169
101 영화간증 여호와의 전에서 답을 찾자 (김사랑 자매의 신앙이야기) 천성가는 길 2011-03-09 1354
100 영화간증 당신에게 예배는 무엇입니까? [1] 천성가는길 2010-12-15 1611
99 영화간증 눈물로 지은 제단 - 한 여종의 힘겨웠던 교회개척 이야기 [5] 천성가는길 2010-11-16 2306
98 영화간증 허준호 탤런트 신앙간증 - 연단하시는 하나님 예수감사 2010-07-16 2885
97 영화간증 이용식 코미디언 간증-순복음중앙교회 예수감동 2010-07-15 1939
96 영화간증 김부자 권사- 엘범50장 왕년의 국민가수 예수마음 2010-07-09 2443
95 영화간증 최경주 프로골퍼 간증 예수마음 2010-07-09 2052
94 영화간증 [영화] 예수 -이스라엘(히브리어) הסרט ישו - עברית 예수마음 2010-07-09 2904
93 영화간증 김세환 집사 (가수)의 찬양간증 예수마음 2010-07-09 2714
92 영화간증 오지헌 개그맨 KBS 개그콘서트 간증 예수마음 2010-07-09 2503
91 영화간증 유은성 CCM가수- 하나님 아버지의 마음 예수마음 2010-07-09 2533
90 영화간증 션-지누션의 션 신앙간증 운영자 2010-07-08 2334
89 영화간증 윈형제 간증 - 하늘에 속한 사람 예수은혜 2010-06-16 2310
88 영화간증 윤형주 장로 (가수)-신앙간증 예수은혜 2010-06-16 2790
87 영화간증 [영화] 예수 -러시아어 Иисус Фильм - русский 예수찬양 2010-06-09 2274

 

이곳의 자료는 100% 링크된 자료입니다. 인터넷 서핑중에 구한 자료이며 링크를 원하지 않을시에는 즉시 삭제하겠습니다. 010-7162-3514
    본 홈페이지는 조건없이 주고가신 예수님 처럼, 조건없이 퍼가기, 인용, 링크 모두 허용합니다.(단, 이단단체나, 상업적, 불법이용은 엄금)
    *운영자: 최용우 (010-7162-3514) * 9191az@hanmail.net * 30150 세종시 보람1길12 호려울마을2단지 201동 1608호
XE Login